U‐Jobi 20:4-5
U‐Jobi 20:4-5 XHO1902A
Oku akukwazi na, kwa kudala nje, kuseloko kwabekwayo umntu pezu kwomhlaba, ukuba ukuvuyelela kwabakohlakeleyo kufutshane, nokuba ukugcoba kwomginwa kokwepanyazo?