U‐Jobi 28:12-13
U‐Jobi 28:12-13 XHO1902A
Kodwa ubulumko, kupina buya kufunyanwa? ipina ke indawo yengqondo? Akwaziwa ngumntu inani labo; abufunyanwa elizweni labahleliyo kanjalo.