U‐Jobi 32:2
U‐Jobi 32:2 XHO1902A
Kwandul’ ukuvuta ingqumbo ka‐Elihu unyana ka‐Barakeli um‐Buze, owesizalwane sika‐Rame: ngakuye u‐Jobi yavutu ingqumbo yake, ngenxa yokuba wazigwebela ngapezu kwotixo: