Waza watandaza KUYEHOVA, wati: Ke, YEHOVA! ilizwi lam belingelilo eli na, xeshekweni bendiseko elizweni lam? Ngako oko ndapangela ngokwesabela e‐Tareshishe; ngokuba bendisazi ukuba wena u NGUTIXO onofefe nenceba, oqumba kade, onobubele obukulu, onosizi ngobubi.
Funda U‐Jona 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: U‐Jona 4:2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo