U‐Jona 4:8

U‐Jona 4:8 XHO1902A

Kwaza kwati, lakupuma ilanga, utixo wamisela umoya wasempumalanga olulwopu, lati ilanga labalela pezu kwentloko ka‐Jona, wada wacubuka, wazicelela ukuba makafe, wati: Kulungile ukufa kwam ngapezu kwobomi bam.