Waye u‐Yoshuwa esiti kubo: Ningoyiki, ningatuswa nokutuswa; yomelelani, nikalipe: ngokuba kungokunjalo aya kwenza UYEHOVA kuzo zonke intshaba zenu, eniya kulwa nazo.
Funda U‐Yoshuwa 10
Share
Compare All Versions: U‐Yoshuwa 10:25
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos