UYOSHUWA 10:25
UYOSHUWA 10:25 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Wathi uYoshuwa kubo, Musani ukoyika, musani ukuqhiphuka umbilini: yomelelani, nikhaliphe, ngokuba uYehova uya kwenjenjalo kwiintshaba zenu zonke enilwa nazo.
Share
Funda UYOSHUWA 10UYOSHUWA 10:25 IBHAYIBHILE (XHO96)
wathi ke uYoshuwa: “Nize ningoyiki ninkwantye! Yomelelani nikhaliphe! Yiyo le into aza kuyenza uNdikhoyo kuzo zonke iintshaba zenu enilwa nazo.”
Share
Funda UYOSHUWA 10