Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

I‐Levitikusi 9:24

I‐Levitikusi 9:24 XHO1902A

Kwaye kupuma umlilo ebusweni bukayehova, wagqibela pezu kwesibingelo idini lokutshiswa namanqata: bati bakubona bonke abantu, badanduluka ngovuyo, bawa ngobuso babo.