Ivangeli ka‐Mateyu 12:36-37

Ivangeli ka‐Mateyu 12:36-37 XHO1902A

Kodwa nditi kuni: Onke amazwi angendawo, abasukuba bewateta abantu, baya kupendulela wona ngomhla womgwebo: ngokuba ngawo amazwi ako uya kugwetyelwa, nangawo amazwi ako uya kugwetywa.