UMATEYU 12:36-37
UMATEYU 12:36-37 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ndithi ke kuni, Onke amazwi angewaní abathe bawathetha abantu, baya kuphendula ngawo ngomhla womgwebo; kuba ngawo amazwi akho ùya kugwetyelwa, nangawo amazwi akho ùya kugwetywa.
Yabelana
Funda UMATEYU 12UMATEYU 12:36-37 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Ke, ndithi kuni, ngomhla womgwebo abantu baya kuziphendulela ngelizwi ngalinye eliphuthileyo abathe balithetha. Umntu uya kugwetywa, okanye akhululwe, ngokwamazwi akhe.”
Yabelana
Funda UMATEYU 12