Kodwa u‐Yesu wati kubo: Azifanele ukumka; zipeni nina ukuba zitye. Baza bati kuye: Asinanto apa, kupela izonka zizihlanu nentlanzi zizimbini.
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 14
Share
Compare All Versions: Ivangeli ka‐Mateyu 14:16-17
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos