ndiboniseni iqosha lomnikelo. Bamzisela idenari ke. Waza wati kubo: Ngokabanina lomfanekiso nesiba̔lwa? Bati kuye: Ngoka‐Kesare. Wandula wati kubo: Nikelani ngoko izinto zika‐Kesare kuye u‐Kesare, nezinto ZIKATIXO kuye UTIXO.
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 22
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 22:19-21
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo