Ndiboniseni iqhosha lerhafu. Bamzisela ke idenariyo. Athi kubo, Ngokabani na lo mfanekiso nombhalo? Bathi kuye, NgokaKesare. Athi kubo, Ngoko ke buyiselani izinto zikaKesare kuKesare; nezinto zikaThixo kuThixo.
Funda uMateyu 22
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: uMateyu 22:19-21
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo