Wati kubo u‐Pilati: Ndize nditi nina ku‐Yesu o‐kutiwa ngu‐Kristu? Bati kuye bonke: Makakuruseshwe. Koko inkosi yati: Wenze ukukohlakala kunina pofu? Kodwa bebedanduluka ngakumbi, besiti: Makakuruseshwe.
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 27
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 27:22-23
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo