Ivangeli ka‐Mateyu 28:19-20
Ivangeli ka‐Mateyu 28:19-20 XHO1902A
Hambani ngoko niye nizenze abadisipile zonke intlanga, nibabapitizeshela egameni LOYISE ne LONYANA ne LOMOYA OYINGCWELE, nibafundisa ukugcina zonke izinto endiniyalele ngazo: kanjalo bona ke, ndiko mna kunye nani yonke imihla kude kube kukugqityelwa kwelizwe elikoyo. Amene.