Ivangeli ka‐Mateyu 4:23
Ivangeli ka‐Mateyu 4:23 XHO1902A
Waza u‐Yesu wajikajikela yonke i‐Galili, efundisa ezindlwini zentlanganiso zabo, eshumayela ivangeli yobukumkani, epilisa zonke izifo nazo zonke izikuhlane pakati kwabantu.