UMATEYU 4:23 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo
UMATEYU 4:23 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waye uYesu elihamba lonke elaseGalili, efundisa ezindlwini zabo zesikhungu, evakalisa iindaba ezilungileyo zobukumkani, ephilisa izifo zonke nezikhuhlane zonke ebantwini.
Yabelana
UMATEYU 4 XHO75UMATEYU 4:23 XHO96 (IBHAYIBHILE)
UYesu wayelityhutyha lonke elaseGalili, efundisa *ezindlwini zesikhungo, evakalisa iindaba ezimnandi zolawulo lukaThixo, ephilisa abantu kwizifo zonke nemikhuhlane yonke.
Yabelana
UMATEYU 4 XHO96UMATEYU 4:23 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Yesu wajikajikela yonke i‐Galili, efundisa ezindlwini zentlanganiso zabo, eshumayela ivangeli yobukumkani, epilisa zonke izifo nazo zonke izikuhlane pakati kwabantu.
Yabelana
UMATEYU 4 XHO1902AUMATEYU 4:23 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)
Waye uYesu elihamba lonke elaseGalili, efundisa ezindlwini zabo zesikhungu, eshumayela iindaba ezilungileyo zobukumkani, ephilisa izifo zonke nezikhuhlane zonke ebantwini.
Yabelana
UMATEYU 4 CXB24