Ninetamsanqa, nxa abantu baya kunituka, banitshutshise, batete into zonke ezikohlakeleyo ngakuni ngokuxoka, ngenxa yam: vuyani nigcobe, ngokuba umvuzo wenu umkulu ezulwini; ngokuba benje njalo ukubatshutshisa abaprofite ababepambili kuni.
Funda Ivangeli ka‐Mateyu 5
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Mateyu 5:11-12
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo