UMATEYU 5:11-12
UMATEYU 5:11-12 IZIBHALO EZINGCWELE (XHO75)
Ninoyolo nina, xa bathe abantu baningcikiva, banitshutshisa, bathetha zonke izinto ezikhohlakeleyo ngani bexoka, ngenxa yam. Vuyani nigcobe kunene; ngokuba umvuzo wenu mkhulu emazulwini; kuba benjenjalo ukubatshutshisa abaprofeti ababekho phambi kwenu.
UMATEYU 5:11-12 IBHAYIBHILE (XHO96)
“Ninoyolo nina xa bathe abantu baningcikiva ngenxa yam, benitshutshisa, bethetha zonke izinto ezikhohlakeleyo ngani bexoka. Vuyani ke, nigcobe, kuba ninomvuzo omkhulu ezulwini. Kakade babesenjenjalo abantu ukubatshutshisa *abashumayeli ababekho ngaphambi kwenu. ”
UMATEYU 5:11-12 Contemporary Xhosa Bible 2024 (CXB24)
Ninoyolo nina xa bathe abantu baningcikiva, banitshutshisa, bathetha zonke izinto ezikhohlakeleyo ngani bexoka, ngenxa yam. Vuyani nigcobe kunene; ngokuba umvuzo wenu mkhulu emazulwini; kuba benjenjalo ukubatshutshisa abaprofeti ababekho phambi kwenu.
UMATEYU 5:11-12 Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard) (XHO1902A)
Ninetamsanqa, nxa abantu baya kunituka, banitshutshise, batete into zonke ezikohlakeleyo ngakuni ngokuxoka, ngenxa yam: vuyani nigcobe, ngokuba umvuzo wenu umkulu ezulwini; ngokuba benje njalo ukubatshutshisa abaprofite ababepambili kuni.