Ivangeli ka‐Mateyu 5:22
Ivangeli ka‐Mateyu 5:22 XHO1902A
Mna kanti nditi kuni: Osukuba equmbela umzalwana wake kungeko nto, uya kumelwa ngamatyala amancinane; nosukuba esiti kumzalwana wake: Geza! uya kumelwa ngamatyala amakulu; kodwa osukuba esiti: Nkewundini! uya kumelwa kukuposwa esihogweni somlilo.

