Kodwa okuya banir̔olayo ukuninikela, ningabi nasitukutezi ngapambili sokuba noteta nto nina, ningabi nakucinga kanjalo; koko into esukuba ninikwa yona ngeloxeshana, le yiteteni: ngokuba kungenini abatetayo, KUNGUMOYA OYINGCWELE.
Funda Ivangeli ka‐Maraki 13
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Ivangeli ka‐Maraki 13:11
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo