Kwada kwafezwa udonga ngowamashumi mabini anesihlanu umhla wenyanga yo‐Elule, kuyo imihla imashumi mahlanu anamibini. Kwaza kwati, xeshekweni bekuviwa ngabo bonke abazintshaba zetu, naxeshekweni bekubonwa ngabo bonke abaheyideni abasingqongayo, bandula bawa kakulu kwawabo amehlo: ngokuba bebesazi ukuba lomsebenzi ube wenziwe NGUTIXO wetu.
Funda U‐Nehemiya 6
Share
Compare All Versions: U‐Nehemiya 6:15-16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos