Kodwa bona nobawo betu benza nger̔atshi, bazenza lukuni intamo zabo, abapulapula imiyalelo yako, bala ukuva, abakumbulela imimangaliso yako obuyenzile pakati kwabo; bazenza lukuni intamo zabo, bati ngenkani yabo badala intloko, ukuba babuyele ebukobokeni babo: kodwa wena UNGUTIXO wezixolelo, onofefe, onetaṙu, oqumba kade, onobubele obukulu; ngako ubungabashiyanga.
Funda U‐Nehemiya 9
Share
Compare All Versions: U‐Nehemiya 9:16-17
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos