NYANA wam! ukuba uya kwamkela iziteto zam, uyibekele kuwe nemiyalelo yam; ukuze unikele indlebe yako ebulumkweni, utobele intliziyo yako ekuqondeni; ewe, ukuba uya kubiza ingqondo, upakamisele ilizwi lako ingqiqo; ukuba uya kubufuna njengesilivere, ubupengulule njengendyebo eziselelweyo; uya kwandul’ ukuqonda ukwoyikwa KUKAYEHOVA, ufumane ukwaziwa KUKATIXO.
Funda Imizekeliso 2
Share
Compare All Versions: Imizekeliso 2:1-5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos