Kwoda kube ninina ndibeka amaqinga empefumlweni wam, nosizi entliziyweni yam imihla ngemihla? kwoda kube ninina utshaba lwam lupakanyiswa pezu kwam?
Funda Amaculo 13
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Amaculo 13:2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Videos