Kwoda kube ninina ndibeka amaqinga empefumlweni wam, nosizi entliziyweni yam imihla ngemihla? kwoda kube ninina utshaba lwam lupakanyiswa pezu kwam?
Funda Amaculo 13
Share
Compare All Versions: Amaculo 13:2
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos