Amaculo 131

131
ICULO CXXXI.
Iculo lezinyuko, lika‐Davide.
1YEHOVA! intliziyo yam ayir̔atshile, namehlo am akapakamile: andihambi nokuhamba ezintweni ezinkulu, nasezintweni ezindikohlayo ngokuba ngummangaliso. 2Ngenyaniso ndilungiselele ndatutuzela umpefumlo wam, njengomntwana okunyulweyo kunina! umpefumlo wam pakati kwam unjengomntwana okunyulweyo. 3Temba, Sirayeli! kuyehova, kwa kaloku nje, nakude kube ngunapakade.

Currently Selected:

Amaculo 131: XHO1902A

Qaqambisa

Share

Copy

None

Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena