Amaculo 141:1-2

Amaculo 141:1-2 XHO1902A

YEHOVA! ndiyabiza kuwe; kauleza ukuza kum: pulapula ilizwi lam, ndakubiza kuwe. Umtandazo wam maulungiselelwe pambi kwako njengesiqu̔miso; nokupakanyiswa kwezandla zam njengomnikelo wokuhlwa.