Amaculo 150
150
ICULO CL.
1DUMISANI uyehova! — Dumisani utixo endaweni yake eyingcwele; mdumiseni esibakabakeni samandla ake.
2Mdumiseni ngenxa yezenzo zake zamandla; mdumiseni njengokwobuninzi bobukulu bake.
3Mdumiseni ngokulila kwexilongo; mdumiseni ngenebele nekinore. 4Mdumiseni ngentambula nomdudo; mdumiseni ngento ezinentambo nangogwali. 5Mdumiseni ngesimbali ezihlokomayo; mdumiseni ngesimbali ezikencezayo.
6Konke okunokupefumla makudumise uyehova. — Dumisani uyehova!
Currently Selected:
Amaculo 150: XHO1902A
Qaqambisa
Share
Copy
Ufuna ukuba iimbalasane zakho zigcinwe kuzo zonke izixhobo zakho? Bhalisela okanye ngena
Published by the British and Foreign Bible Society in 1902.