Amaculo 58:1-2

Amaculo 58:1-2 XHO1902A

NIYATETA okulungileyo ngenyaniso na, ntlanganiso? niyagweba ngokufanelekileyo na, bonyana babantu? okunene entliziyweni niyaqinga izikohlakalo; nasemhlabeni niyalinganisa ubudlwengu bezandla zenu.