Amaculo 61:1-2

Amaculo 61:1-2 XHO1902A

YIVA, TIXO! isikalo sam; pulapula umtandazo wam. Kwa sekupeleni kwomhlaba ndiya kubizela kuwe, xeshekweni intliziyo yam icubukile: ndikapele eweni elingapezulu kum.