Akwaba abantu bam babendipulapula, wati u‐Sirayeli wahamba ngezam indlela! Ngendiba nditobisile intshaba zabo kamsinyane, ndabuyisela pezu kwabayimpi kubo isandla sam.
Funda Amaculo 81
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Amaculo 81:13-14
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo