Waza watsho lowo uhleli pezu kwayo iterone ukuti: Bona ke, ndizenza ntsha zonke izinto. Wayesiti kum: Ba̔la; kuba lamazwi eyinyaniso eyinene.
Funda Isityilo sika‐Johane 21
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: Isityilo sika‐Johane 21:5
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo