Isityilo sika‐Johane 9:6
Isityilo sika‐Johane 9:6 XHO1902A
Nakuyo imihla leyo abantu bofuna ukufa, kanti abayi kukufumana; babeya kunqwenela ukunga bangafa, kanti ukufa kwobaleka kubo.