ISITYHILELO 9:6 - Thelekisa Zonke Iinguqulelo

ISITYHILELO 9:6 XHO75 (IZIBHALO EZINGCWELE)

Ngaloo mihla abantu baya kukufuna ukufa, bangakufumani; baya kukunqwenela ukufa, kusuke ukufa kusabe kubo.

ISITYHILELO 9:6 XHO96 (IBHAYIBHILE)

Ngelo xesha abantu boba bekufuna ukufa, kube kona ukufa kungafumaneki. Bokunqwenela ukufa, kodwa kona kubaphambe.

ISITYHILELO 9:6 XHO1902A (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))

Nakuyo imihla leyo abantu bofuna ukufa, kanti abayi kukufumana; babeya kunqwenela ukunga bangafa, kanti ukufa kwobaleka kubo.

ISITYHILELO 9:6 CXB24 (Contemporary Xhosa Bible 2024)

Ngaloo mihla abantu baya kukufuna ukufa, bangakufumani; baya kukunqwenela ukufa, kusuke ukufa kusabe kubo.