Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:11-12

Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 14:11-12 XHO1902A

Ngokuba kuba̔liwe ukuti: Ndihleli nje, utsho UYEHOVA, otoba kum onke amadolo, zenze imvumo KUTIXO zonke ilwimi. Ngako ke sonke ngabanye sozipendulela KUTIXO.