IziKronike 1 4:10
IziKronike 1 4:10 CXB24
uYabhetse wambongoza uTHIXO kaSirayeli, esithi: “Owu, ukuba ngokwenene uyafuna ukundisikelela waza wandisa ilizwe lam, ukuba isandla sakho sibe phezu kwam nokuba undikhusele ebubini, ukuze ndingandenzakalisanga. Waza uThixo wamnika oko akucelayo.

