Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

oOKumkani 1 19:11

oOKumkani 1 19:11 CXB24

Wathi, Phumani, nime entabeni phambi koYehova. Nanko uYehova edlula, kwavuthuza iintaba umoya omkhulu onamandla, wawaqhekeza amawa phambi koYehova; kodwa uYehova wayengekho kumoya, yaye emva komoya kwabakho inyikima kodwa uYehova wayengekho kuloo nyikima.