uSamuweli 1 30:6
uSamuweli 1 30:6 CXB24
Wabandezeleka kunene uDavide; kuba abantu babesithi bamgibisele ngamatye; ngokuba umoya wesizwe siphela ubebandezelekile, elowo ngenxa yoonyana bakhe nangenxa yeentombi zakhe; ke uDavide wazomeleza ngoYehova uThixo wakhe.

