IziKronike 2 16:9
IziKronike 2 16:9 CXB24
Kuba amehlo kaYehova akhangela emhlabeni wonke ukuba omelele ngenxa yabo bantliziyo zizele nguye. Nenze ngobudenge; ke ngoko, niya kuba neemfazwe ukususela ngoku ukuya phambili.