IziKronike 2 19:7
IziKronike 2 19:7 CXB24
Ke ngoko ukoyika uYehova kuya kuba phezu kwenu; Ziboneni ngokwenu, nenze; ngokuba kuYehova uThixo wethu akukho bubi, akukho kuthulula abantu, kungamkeli sicengo.