IziKronike 2 20:21
IziKronike 2 20:21 CXB24
Uthe ke akuba ethethile ebantwini, wamisa iimvumi zozuko lukaYehova, ezidumisa uzuko lobungcwele, ukuba zihambe phambi kwamatyala, zisithi, Dumisani uYehova! Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.