Uphawu lwe App yeBhayibhile
Khetha Uphawu

IziKronike 2 32:7-8

IziKronike 2 32:7-8 CXB24

Yomelelani nikhaliphe, musani ukoyika okanye ningoyiki ngenxa kakumkani waseAsiriya nangenxa yaso sonke isihlwele esikunye naye, kuba abo bakunye nathi baninzi ngakumbi kunabo bakunye naye. Kuye kukho isandla senyama; kodwa kuthi uYehova nguThixo wethu ukuba asincede asilwele amadabi ethu. Ke abantu bakholosa ngamazwi kaHezekiya ukumkani wakwaYuda.