oOKumkani 2 5:11
oOKumkani 2 5:11 CXB24
Waqumba uNahaman, wemka, wathi, Yabona, ndithe, Uya kuphuma eze kum, eme, alibize igama likaYehova uThixo wakhe, asibethe isandla sakhe phezu kwendawo eneqhenqa.