oOKumkani 2 6:15
oOKumkani 2 6:15 CXB24
Xa umkhonzi womntu kaTHIXO oyinyaniso wavuka ekuseni waza waphuma, wabona umkhosi ujikeleze isixeko unamahashe neenqwelo zokulwa. Wathi umlungiseleli wakhe kuye, Oh! siza kwenza ntoni?