oOKumkani 2 6:6
oOKumkani 2 6:6 CXB24
Wathi umfo wakwaThixo, Iwe phi na? Wambonisa loo ndawo. Wanqumla uluthi, waluphosa khona; yaza yaqubha intsimbi.