Wathi uThixo kaSirayeli, Iliwa lakwaSirayeli lithethile kum, lathi, Olawula abantu uya kuba lilungisa, alawule emoyika uThixo; Unjengokukhanya kokusa, ekuphumeni kwelanga, ngesifingo esingenalifu; njengengca ephuma emhlabeni, Kukukhanya okuqaqambileyo emva kwemvula.
Funda uSamuweli 2 23
Share
Compare All Versions: uSamuweli 2 23:3-4
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos