iZenzo 15:8-9

iZenzo 15:8-9 CXB24

uThixo umazi-ntliziyo wazingqinela, ezinika uMoya oyiNgcwele kwanjengathi; akacalula phakathi kwethu nazo, ezihlambulule iintliziyo zazo ngokholo.