Babezingisa ukuhlala bemxhelo mnye etempileni imihla ngemihla, beqhekeza isonka kwizindlu ngezindlu, besidla ukudla benemigcobo, benolungelelwano lwentliziyo, bemdumisa uThixo, benonelelwe ngabantu bonke. Yaye iNkosi isongeza ebandleni imihla ngemihla abasindiswayo.
Funda iZenzo 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: iZenzo 2:46-47
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo