Waphendula uDaniyeli wathi, Malibongwe igama likaThixo ngonaphakade kanaphakade, ngokuba ubulumko nobugorha bobakhe. Yena uyawaguqula ke amaxesha namaxesha; uguzula ookumkani, amise ookumkani; Unika ubulumko kwizilumko, unika ukwazi kwabakwaziyo ukuqonda. Yena utyhila into enzulu nezisitheleyo; uyakwazi okusebumnyameni, kuhleli ukukhanya kubo.
Funda uDaniyeli 2
Share
Compare All Versions: uDaniyeli 2:20-22
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Home
Bible
Plans
Videos